

Xa usisilumko unokukufumana okunqwenelayo.
Akufuni ukuba sisinhanha
ngeR25 000?
Okokuqala, gqiba ngokunqwenelayo. Okwesibini, zama ukukuphumeza. Okwesithathu, qiniseka ngokukwenza kakuhle. Soloko ucinga, wenze, ubukeke usisilumko. Qala nge-Escort pantihose. Xa uzinxiba uba mhle, usisilumko xa uzithenga kuba xa ufumana iikawusi ze-25 Gold Dollar zifihlwe kwipakethi yakwaEscort, uza kuzuza i-R1000 kwangoko xa ufowunela kwinombolo ebhalwe kuloo kawusi. Kukho intaphane. Enoba ufumana ikawusi eyiGold Dollar okanye ungenzi nja1o usenokuzuza ama-R25 000 xa kutsalwa owelwe ngumq'esandleni. Bhala igama lakho kuyo nayiphi na ipakethi yakwaEscort, thumela kule dilesi: ESCORT Walk it like you ta1k it Competition, P0 Box 136, Estcourt, Natal, 3310, uze uzuze i-R25 000. Yenza ngubulumko, yenza ngoku.
BONA XHOSA - June 1995 97




SAZISA
NGEKAWUSI
ZAMANEKAZI
EZINTSHA
ISHEEN PANTY-STOCKING

Zintatlsu iintlobo zezi kawusi
zakwaEscort:
1.	Y1Silky Panty-Stocking
2.	YIGlossy Panty-Stockinq
Ngoku kongezwe iSHEEN PANTY-STOCKING eyenza umlenze umenyezele ucace gca, ibe ngathi awunxibanga kawusi ngoku uyinxibileyo, into eyenzekayo naxa unxibe isilk stockings.

Ifumaneka ngemibala esixhenxe, ngeesayizi ezinguMedium, uLarge, uExtra-Large kunye noSuper Large.

Xa ufuna iinkcukacha ngomthengisi weekawusi okufutshane nawe, tsalela umnxeba uHerman Malan kule nombolo (011) 880

8800.










